Inkundla ixhasa amaxhoba eGBV

More Matshediso 

Ukuba uye waba lixhoba lobundlobongela obubheki sele kwisini (iGBV) kwaye udinga inkxaso enkundleni, iGunyabantu lezoTshutshi
so leSizwe (i-NPA) linenkonzo ekhethekileyo yokuku nceda.
Inkqubo yeKe Bona Lesedi Court Preparation iyafumaneka kuzo zonke iiNkundla zaMa-tyala ezeSondo nezinye iinku-ndla ezijongene ne-GBV . IKe Bona Lesedi ithetha ukuba ‘Ndi-bona ukukhanya’ xa iguqulwa isuswa kwiSetswana.Ixhoba leGBV  lingangenisa isicelo sokuncedwa kwi-NPA. Umtshutshisi oyintloko wolu-ntu okanye umphathi woku-lungiselela inkundla uza ku-khetha igosa lokulungiselela inkundla elifanelekileyo uku-linceda.“Inkonzo ayithembisi isiphu-mo esithile setyala kwaye ama-va omntu ngamnye ahlukile. Nangona kunjalo, koko inceda ngokulixhobisa futhi libuyisele isidima sexhoba,” itsho ingxelo evela kwi-NPA.Kukho amagosa wokulungi selela inkundla ali-162 kwii-nkundla ezahlukileyo kwisizwe jikelele.
Le nkonzo yenye yamanyathe lo ahlukileyo aziswa ngurhu -lumente ukulwa nesihelegu se-GBV . Ngokwe-NPA, ummangali,ixhoba, osindileyo okanye i-ngqina kuza kuqhagamshelwana nalo ligosa lokulungiselela inkundla elivela kwinkundla apho kufuneka anike ubungqi-na.
Igosa lokulungiselela inkundla liza kubakhona ukunika inkxaso kummangali enkundleni lide liphele ityala. Izixhobo ezi-khethekileyo kunye nobuchule ziyasetyenziswa ukubonisa ixhoba ukuba liyamanyelwa, likhuselwe lize lihlonitshwe.Abamangali bangathethaulwimi lwabo futhi igosa elilungiselela inkundla liza kuqinisekisa ukuba ixhoba lithunyelwa kuncedo lwee-ngcebiso okanye unyango, ukuqinisekisa ukuba bayaphila ngokwenene.Abasetyhini abaninzi na-bantwana abathe bahlaselwa kwi-GBV , umzekelo, uku-dlwengulwa, baba nexhala lokuya kungqina enkundleni futhi babalise iinkcukacha ezifihlakeleyo zesehlo phambi kwabantu abangabaziyo. Le nkonzo iza kunceda ukuba bazive bekhululekile.
EMINYE IMIBA GABALALAUngaqhagamshelana nomphathi wokulungiselela Ungaqhagamshelana nomphathi wokulungiselela inkundla/nomnxibelelanisi kwiphondo lakho ngokuthi inkundla/nomnxibelelanisi kwiphondo lakho ngokuthi utsalele okanye uthumele i-imeyile kwezi nkcukacha utsalele okanye uthumele i-imeyile kwezi nkcukacha zingezantsi:zingezantsi:
•	•	eMpuma	Koloni	(eMakhanda)eMpuma	Koloni	(eMakhanda)	–	kuPumla	Nomfemele	–	041	502	5443	–	Pnomfemele@justice.gov.za•	•	eMpuma	Koloni	(eMthatha)	eMpuma	Koloni	(eMthatha)	–	kuSindisiwe	Buthelezi	–	047	501	2646	–	Sbuthelezi@npa.gov.za•	•	 EFreyistataEFreyistata 		–	ku-Ena	Liebenberg	–	051	410	6029	–		Eliebenberg@npa.gov.za•	•	EGauteng	(eRhawutini)EGauteng	(eRhawutini) 		–	ku-Asewa	Fundi	–																011	220	4085	–	Afundi@npa.gov.za•	•	EGauteng	(ePitoli)	EGauteng	(ePitoli)	–	ku-Esther	Kabini	–		012	351	6713 	–	Ekabini@npa.gov.za•	•	KwaZulu	Natali	KwaZulu	Natali	–	kuRoelien	Wiesner	–	033	392	8712	–	Rwiesner@npa.gov.za•	•	 ELimpopoELimpopo	–	kuReneilwe	Mashamaite	–	015	483	0302	– 	Rmashamaite@justice.gov.za•	•	EMntla	Koloni	EMntla	Koloni	–	kuHenley	Nathan	Sass	–	054	337	5375	–	Hsass@justice.gov.za•	•	EMntla	NtshonaEMntla	Ntshona	-	kuMmanotshe	Seletisha	–	012	700	9000	–	Mseletisha@justice.gov.za	•	•	ENtshona	KoloniENtshona	Koloni	–	kuGary	Titus	–	021	487	7287/021	421	7287	–	Gvtitus@npa.gov.za•	•	Kwi-Ofisi	eyiNtloko	yakwa-NPAKwi-Ofisi	eyiNtloko	yakwa-NPA	–	kuKaren	Tewson	–		012	845	6399/012	812	6399	–	Ktewson@npa.gov.zaEzinye iinombolo zonxibelelwano ezibalulekileyo ekufuneka uzigcine:
•	Umnxeba	kaXakeka	we-SAPS:	10111•	Iziko	Lomyalelo	we-GBV:		0800	428	428	noma	*120*7867#	nakweyiphi	na	iselula.•	Abantu	abakhubazekileyo:	Thumela	nge-SMS	igama	elithi:	‘help’	ku:	31531•	Umnxeba	kaXakeka	Wokuphathwa	gadalala	kwabaseTyhi-ni:	0800	150	150•	Umnxeba	Wabantwana	eMzantsi	Afrika:	0800	055	555	•	Umnxeba	wokulwa	nolwaphulo	mthetho	ye-SAPS:	0860	10111	noma	i-SMS	ku	32211•	Izikhalazo	ezinxulumene	ne-GBVF	(SAPS):	0800	333	177/complaintsnodalpoint@saps.gov.za•	Umnxeba	kaXakeka	Wodlame	Lasekhaya:	0800	150	150	•	Umnxeba	kaXakeka	kaGawulwayo:	0800	012	322